1 Kasamweli 12:11 XHO96

11 UNdikhoyo ke wathumela uGidiyon, noBharaki, noJefta, waza wagqibela ngam. Wanihlangula kwiintshaba zenu macala onke, nahlala ngenzolo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 12

imbono 1 Kasamweli 12:11 kwimeko