1 Kasamweli 15:26 XHO96

26 “Hayi, andizi kuhamba nawe. Kaloku wena ulikhabile ilizwi likaNdikhoyo, naye ke uNdikhoyo ukukhiqile ekulawuleni,” utshilo uSamweli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:26 kwimeko