1 Kasamweli 17:51 XHO96

51 Wasukela waya kutsho phezu kukaGoliyati. Wafika walithi rhutyu esingxotyeni salo ikrele likaGoliyati, wamnqumla intloko ngalo, emgqibezela.Acela kwabasicatyana amaFilistiya, akubona ukuwa kwegorha lawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 17

imbono 1 Kasamweli 17:51 kwimeko