1 Kasamweli 20:42 XHO96

42 Kwesi sithuba uJonatan uthe kuDavide: “Hamba ngoxolo, mfondini, kuba thina sobabini sifungile egameni likaNdikhoyo. Ngoko ke uNdikhoyo ulingqina phakathi kwam nawe, naphakathi kwenzala yam neyakho.” UDavide ke wemka, waza yena uJonatan wabuyela edolophini.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 20

imbono 1 Kasamweli 20:42 kwimeko