1 Kasamweli 24:15 XHO96

15 Hayi, makahlule uNdikhoyo, kucace ukuba ngubani owonileyo phakathi kwam nawe. Makayigqale imeko yam, andigwebele, ancede andihlangule kuwe!”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 24

imbono 1 Kasamweli 24:15 kwimeko