1 Yookumkani 10:13 XHO96

13 Ukumkani uSolomon wanika ukumkanikazi waseShebha konke awayekunqwenela nawayekucela, nangaphandle kwezipho zakomkhulu. Ke ukumkanikazi lowo ekunye namaphakathi akhe bajika babuyela kwelakowabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 10

imbono 1 Yookumkani 10:13 kwimeko