1 Yookumkani 10:2 XHO96

2 Wafika ke eJerusalem enehlokondiba lamaphakathi negquba leenkamela, zithwele izinongo, nento eninzi yegolide, namatye axabisekileyo, waza waya kuSolomon, wathetha naye ngazo zonke izinto ezazisengqondweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 10

imbono 1 Yookumkani 10:2 kwimeko