1 Yookumkani 15:19 XHO96

19 Wathi kuye: “Makubekho umnqophiso phakathi kwam nawe, nanjengokuba wawukhona phakathi kukabawo noyihlo. Nâso isipho endikunika sona: igolide nesiliva. Wuqhawule ke umnqophiso ophakathi kwakho noBhayesha ukumkani wakwaSirayeli, khon' ukuze andiyeke.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15

imbono 1 Yookumkani 15:19 kwimeko