1 Yookumkani 15:22 XHO96

22 Ke kaloku ukumkani uAsa wanika umyalelo kuJuda ephela, wathi wonke umntu makathathe loo matye naloo mithi yayisetyenziswa ngoBhayesha engqinga iRama. Ngezo zinto ukumkani uAsa wakha iGebha kwaBhenjamin kunye neMizpa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15

imbono 1 Yookumkani 15:22 kwimeko