1 Yookumkani 16:34 XHO96

34 Ngexesha lika-Ahabhi uHiyeli waseBhetele waphinda wayivusa iJeriko. Iziseko zayo zamenza walahlekelwa ngunyana wakhe wamazibulo uAbhiram, kanti ke xa amisa amasango ayo walahlekelwa ngunyana wakhe omnci uSegubhi. Yonke loo nto yenzeka ngokomlomo kaNdikhoyo kuYoshuwa unyana kaNune.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:34 kwimeko