1 Yookumkani 18:13 XHO96

13 Ngaba akuyivanga na, nkosi yam, into endiyenzileyo ngokuya uJezebhele ebebulala abashumayeli bakaNdikhoyo? Kaloku ndathatha ikhulu labashumayeli bakaNdikhoyo, ndalifihla emiqolombeni, ndafaka amashumi amahlanu kuwo ngamnye, ndaza ndamana ndibapha ukutya namanzi.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:13 kwimeko