14 Ewe, ikho into engamampunge eyenzekayo kweli hlabathi: maxa wambi amalungisa azuza isohlwayo sezikhohlakali, zize zona izikhohlakali zifumane indwe yamalungisa! Ndithi kwanaloo nto ngamampunge!
funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 8
imbono Amava Engqondi 8:14 kwimeko