Eyasentlango 14:36-37 XHO96

36-37 Ezaa ntlola zazithunywe nguMosis kwelaa lizwe zabuya nengxelo engatshongo khona ngalo, yawatsho amaSirayeli amkhalazela uNdikhoyo. Ngoko ke uNdikhoyo wawabetha ngobhubhani afa.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 14

imbono Eyasentlango 14:36-37 kwimeko