Eyeziqalo 15:13 XHO96

13 UNdikhoyo wathi kuye: “Inzala yakho iya kuba ngabangeneleli kumhlaba wasemzini, uze uyazi loo nto. Apho baya kuba ngamakhoboka, baphathwe gadalala amakhulu amane eminyaka.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 15

imbono Eyeziqalo 15:13 kwimeko