Eyeziqalo 30:16 XHO96

16 Ukufika kukaYakobi, evela emasimini ngokuhlwa, uLeya wamkhawulela, wafika wathi: “Uza kulala nam ngokuhlwanje, kuba ndikuthenge ngemithuma yomntwanam.” Walala noLeya ke ngoko kuhlwa uYakobi.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 30

imbono Eyeziqalo 30:16 kwimeko