Eyeziqalo 32:11 XHO96

11 Ndihlangule ke kumntakwethu uEsawu, ndiyakubongoza. Ndinoloyiko hleze asihlasele asitshabalalise sonke, umntwana nonina.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 32

imbono Eyeziqalo 32:11 kwimeko