Eyeziqalo 37:35 XHO96

35 Beza kumthuthuzela bonke oonyana neentombi zakhe, kodwa wala, akavuma ukuthuthuzeleka. Uthe kubo: “Ndiya kude ndife ndisamzilele umntwana wam.” Wazila rhoqo ke, ezilela unyana wakhe uJosefu.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 37

imbono Eyeziqalo 37:35 kwimeko