Eyeziqalo 47:23 XHO96

23 UJosefu wathi ebantwini: “Ngoku ningabakakumkani, kuba ndinithengile kunye namasimi enu. Nantsi ke imbewu; yiyani kulima.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 47

imbono Eyeziqalo 47:23 kwimeko