Eyeziqalo 50:7 XHO96

7 Wahamba uJosefu ukuya kungcwaba uyise. Waphelekwa ngoomaqhuzu basebhotwe, amaphakathi, nabo bonke abantu abaphambili kubemi baseJiputa.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50

imbono Eyeziqalo 50:7 kwimeko