Iindumiso 27:1 XHO96

1 *InguNdikhoyo nje ondikhanyiselayo,inguye nje ondisindisayo, ndingoyika ntoni?InguNdikhoyo nje inqaba yam, ndingoyika bani?

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 27

imbono Iindumiso 27:1 kwimeko