Iindumiso 27:9 XHO96

9 Mus' ukuzifihla kum, Ndikhoyo,ungasilahli ngomsindo isicaka sakho.Wena mncedi wam, mus' ukundilahla;uzungandishiyi, Thixo wam, Mkhululi wam.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 27

imbono Iindumiso 27:9 kwimeko