Udaniyeli 10:1 XHO96

1 Kunyaka wesithathu uSirasi engukumkani wasePeshiya uDaniyeli okwabizwa ngokuba nguBhelteshazare watyhilelwa udaba oluthile. Olo daba luyinyani, kodwa kunzima ukululandela. Kambe ke waluchazelwa ngombono.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:1 kwimeko