Udaniyeli 10:12 XHO96

12 Yaqhuba ke yathi: “Sukoyika, Daniyeli. Kaloku uThixo wawuva kwamhla-mnene umthandazo wakho ngalaa mhla waqala ukuzithoba, ufuna ingcaciso. Ndilapha nje kungenxa yaloo mazwi akho.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:12 kwimeko