Uhezekile 21:12 XHO96

12 Khala wenze isijwili, mntundini,kuba liza kudla kubantu bam,liza kudla ezinkosini zakwaSirayeli.Ziza kuba sisisulu sekrele zona nabantu bam.Hlunguzelisa intloko wena;

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 21

imbono Uhezekile 21:12 kwimeko