Uhezekile 36:11 XHO96

11 Ndiya kulandisa inani labantu nemfuyo; ziya kuchuma zande. Ndiya kumisa abantu kuni, kube ngcono kuni kunangaphambili. Niya kuqonda ngoko ukuba ndinguNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 36

imbono Uhezekile 36:11 kwimeko