Uhezekile 38:9 XHO96

9 Wena nomkhosi wakho uphela nentlaninge yezizwe niya kunyuka nivuthuza okwesiphango; niya kufana nelifu eligubungele umhlaba.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 38

imbono Uhezekile 38:9 kwimeko