Uhezekile 44:16 XHO96

16 Ngabo kuphela abaya kungena kweyona ndawo ingcwele; ngabo kuphela abaya kundilungiselela etafileni yam, babingelele phambi kwam, bawenze umsebenzi wam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:16 kwimeko