Uhlaziyo-Mnqophiso 24:16 XHO96

16 “Abazali mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabantwana babo, nabantwana mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabazali babo; umntu makabulawe ngenxa yesono asenze ngokwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 24

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 24:16 kwimeko