Uisaya 13:10 XHO96

10 Esibhakabhakeni iinkwenkwezi namaqela azozosuka zifiphale zingabi nakukhanya.Ke lona ilanga lophuma lizilile,nenyanga ngokwayo iya kugungxa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 13

imbono Uisaya 13:10 kwimeko