Unehemiya 7:64 XHO96

64 Aba bafunisisa ezincwadini zemilibo yokuzalwa, koko awulandekanga umlibo wokuzalwa kwabo. Ngenxa yoko abathatyathwanga njengabahlambulukileyo, baza abavunyelwa ukwenza umsebenzi wobubingeleli.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:64 kwimeko