Uyobi 42:12 XHO96

12 Ke kaloku uNdikhoyo walithamsanqela ikamva likaYobi nangaphezu kokuba wayenzile kubomi bakhe bangaphambili. UYobi waba neshumi elinesine lamawaka eegusha, isithandathu samawaka eenkamela, amawaka amabini eenkabi zeenkomo newaka leedonki.

funda isahluko epheleleyo Uyobi 42

imbono Uyobi 42:12 kwimeko