Uzakariya 13:6 XHO96

6 Xa omnye embuza esithi: ‘Ngawani loo manxeba asemzimbeni?’ Wophendula athi: ‘Ngamanxeba endiwafumene endlwini yabahlobo bam.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 13

imbono Uzakariya 13:6 kwimeko