Uzakariya 5:9 XHO96

9 Ndakukhangela ke ndabona apho phambi kwam abafazi ababini bephaphazela ngamaphiko abo emoyeni; ewe, babetsho ngamaphiko ngathi yingwamza. Bayichola loo bhaskiti, baphaphazela nayo esibhakabhakeni.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 5

imbono Uzakariya 5:9 kwimeko