1 Kwabasekorinte 13:8 XHO96

8 Uthando alupheli. Zikho zona iintshumayelo ezinefuthe, kodwa ziyatshitsha. Zikho neziphiwo zokuthetha iilwimi, kodwa nazo ziyabhanga. Kukwakho nokwazi, kodwa kuyadlula nako.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 13

imbono 1 Kwabasekorinte 13:8 kwimeko