1 Kwabasekorinte 2:15 XHO96

15 Ke umntu okhokelwa nguMoya okunene uyakwazi ukuzicalula zonke izinto, kodwa yena ngokwakhe akanakuphengululwa ngabangakhokelwa nguMoya.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 2

imbono 1 Kwabasekorinte 2:15 kwimeko