1 Kwabasekorinte 6:11 XHO96

11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye, kodwa nahlanjwa, nenziwa imilowo, naba ngamalungisa phambi koThixo ngenxa yegama leNkosi uYesu nangoMoya kaThixo wethu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 6

imbono 1 Kwabasekorinte 6:11 kwimeko