1 Kwabasekorinte 6:12 XHO96

12 Ubani unokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum.” Ewe, kunjalo, kodwa azikulungelanga zonke. Nam bendinokuthi: “Zonke izinto zivumelekile kum;” kodwa ngekhe ndinikezele ukuze ndilawulwe nayiyiphi na into.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 6

imbono 1 Kwabasekorinte 6:12 kwimeko