2 Kwabasekorinte 2:3 XHO96

3 Into ke eyandibangela ukuba ndinibhalele laa leta kukuba ndandingathandi ukuviswa intliziyo ebuhlungu kwangabo bantu bamelwe kukundonwabisa. Kaloku ndiqinisekile kukuba nani niyonwaba xa ninonke ukuba mna ndonwabile.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 2

imbono 2 Kwabasekorinte 2:3 kwimeko