2 Kwabasekorinte 7:5 XHO96

5 Andizange ndaba nakuphumla konke-konke, naxa sendifikile eMakedoni. Kwakuziingxabano apho, ngapha nangapha; ndabe ke mna ndinxunguphele.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 7

imbono 2 Kwabasekorinte 7:5 kwimeko