Kwabasekolose 3:11 XHO96

11 Apho ke akusekho mahluko phakathi komGrike nomJuda, owalukileyo nongalukanga, abangaphucukanga nabaphantsi, ikhoboka nokhululekileyo; kuba uKrestu uyinto yonke, ekubo bonke.

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 3

imbono Kwabasekolose 3:11 kwimeko