Kwabaseroma 11:23 XHO96

23 Nawo ke amaSirayeli, ukuba ayahlukana nalo eli phike lawo lokungakholwa, omiliselwa kwakhona. Kaloku uThixo unako ukubuya awamilisele.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 11

imbono Kwabaseroma 11:23 kwimeko