Kwabaseroma 8:23 XHO96

23 Asiyiyo yodwa ke: nathi thina siphiwe uMoya osisiqinisekiso sokukhululwa kwethu nguThixo, siyancwina, silindele ukubekwa ewongeni lokuba ngoonyana bakaThixo. Yinkululeko yethu ke leyo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:23 kwimeko