Kwabaseroma 9:7 XHO96

7 Kananjalo asingabo bonke abazelwe nguAbraham abayinzala yakhe ncakasana. Kaloku uThixo wathi kuAbraham: “Inzala yakho ncam iya kuphuma kunyana wakho uIsake.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:7 kwimeko