47 “Aba bantu bamkele uMoya oyiNgcwele njengoko samamkelayo nathi. Ngenene ke akukho namnye umntu ongalayo ukuba aba bantu babhaptizwe ngamanzi.”
funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 10
imbono Umsebenzi Wabathunywa 10:47 kwimeko