Umsebenzi Wabathunywa 16:27 XHO96

27 Evukile ujela, wabona iingcango zentolongo zivulekile, wacinga ukuba abalekile amabanjwa onke; waza warhola ikrele lakhe, eza kuzibulala.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 16

imbono Umsebenzi Wabathunywa 16:27 kwimeko