Umsebenzi Wabathunywa 28:4 XHO96

4 Abantu balapho bathi bakuyibona inyoka ijinga esandleni sikaPawulos bathi omnye komnye: “Lo mntu kucaca ukuba usisigebenga; nakuba esindile nje elwandle, akanakusinda kwimpindezelo kaThixo.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 28

imbono Umsebenzi Wabathunywa 28:4 kwimeko