Umsebenzi Wabathunywa 6:9 XHO96

9 Aza amadoda athile amchasa. Wona ayedla ngokuhlangana *endlwini yesikhungo ekuthiwa yeyamakhoboka akhululekileyo. AyengamaJuda avela eKirene naseAlesandriya. Wona namaJuda aseKiliki nawaseAsiya axambulisana noStefano.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 6

imbono Umsebenzi Wabathunywa 6:9 kwimeko