Uyohane 11:4 XHO96

4 Akuyiva loo nto, wathi uYesu: “Oku kugula akuyi kuphelela ekufeni, koko kuya kubonakalisa amandla kaThixo, aze uNyana kaThixo abe nodumo.”

funda isahluko epheleleyo Uyohane 11

imbono Uyohane 11:4 kwimeko