2 Izikronike 31:10 XHO75

10 Wathi uAzariya umbingeleli oyintloko, owendlu kaTsadoki, kuye, Kuseloko kwaqalwayo ukuziswa imirhumo endlwini kaYehova, sidé sahlutha, sashiya kakhulu; ngokuba uYehova ubasikelele abantu bakhe; le nto ingaka yeseleyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 31

imbono 2 Izikronike 31:10 kwimeko