38 umnqophiso endawenza nani, ningawulibali wona, ningoyiki thixo bambi.
39 NguYehova uThixo wenu yedwa eniya koyika yena; wonihlangula esandleni seentshaba zenu yena.
40 Àbaphulaphulanga; benza ngokwesiko labo lamhlamnene.
41 Zaye zisithi ke ezo ntlanga zoyike uYehova, zikhonze nemifanekiso yazo eqingqiweyo; kananjalo abantwana bazo, nabantwana babantwana bazo, njengoko benza ngako ooyise, benza ngako nabo unanamhla.